Incwadi E Ncane-Zahara
Incwadi E Ncane-Zahara 无损flac下载 mp3下载
Incwadi E Ncane-Zahara 在线试听 歌词免费下载
Ngeny'imini ndathi ndivuka ndabona incwadi encane
Ndabona ayiveli kumama Lena
Xa ibingumama ngethe dear sana lwam
Ndaqhubeka mna ndafunda
Ndifund'incwade ncane
Ithi andazi ndobuya nini na
Ndisathath'uhambo lwam
Ndizokhangela phi na?
Mna ndifun'ubona isithandwa sam
Ndizokubuza kubani na?
Mna ndifun'ubona isithandwa sam
Ngeny'imini ndathi ndivuka ndabona incwadi encane
Ndabona ayiveli Lena
Xa ibingumama ngethe dear sana lwam
Ndaqhubeka mna ndafunda
Ndifund'incwade ncane
Ithi andazi ndobuya nini na
Ndisathath'uhambo lwam
Ndizokhangela phi na?
Mna ndifun'ubona isithandwa sam
Ndizokubuza kubani na?
Mna ndifun'ubona isithandwa sam
Ndavhunza, ndavhunza
Ndavhunza akaendepiko
Hona mudiwa wangu
Mudiwa wangu wepamoyo
Dzoka zvaaako
Akaende piko
Moyo wangu unorwadza
Ndikakufunga
Misodzi yobuda
Hoo yobuda
Mudiwa wangu dzoka iwe
Ndichakurinda
Ndati dzoka zvaaaaako
Ndizokhangela phi na?
Mna ndifun'ubona isithandwa sam
Ndizokubuza kubani na?
Mna ndifun'ubona isithandwa sam
Ndizokhangela phi na?
Mna ndifun'ubona isithandwa sam
Ndizokubuza kubani na
Mna ndifun'ubona isithandwa sam
Incwadi E Ncane-Zahara 热门评论
Incwadi E Ncane-Zahara 同专辑其他歌曲
- Liza Lisidinga Lakho-Zahara
- Xa Bengina Mama-Zahara
- Destiny-Zahara
- Ndiza-Zahara
- Umthwalo-Zahara
- Thekwana-Zahara
- African Sunset-Zahara
- Promises-Zahara
- Vul’Indlela-Zahara
- Thetha Nami-Zahara
- Hold On (Bambelela)-Zahara
- My Guitar-Zahara
- Loliwe-Zahara