Iinkomo-The Soil/Zakwe 无损flac下载 mp3下载
Iinkomo-The Soil/Zakwe 在线试听 歌词免费下载
[ti:Iinkomo]
[ar:The Soil]
[al:Iinkomo]
[by:]
[offset:0]
[00:00.00]Iinkomo - The Soil/Zakwe
[00:02.32]Nazi inkomo ebuhlanti
[00:04.78]Kuvume nabaphantsi
[00:07.19]Besithi eyi sani
[00:08.87]
[00:09.65]Kutheni angekhamthati
[00:12.20]Ndathi yonk'int'irighti
[00:14.85]Yena ungowami
[00:17.18]Kodwa kukhona ingxaki
[00:19.88]Utata'khe akandifuni
[00:22.46]Nazi inkomo ebuhlanti
[00:24.85]Kuvume nabaphantsi
[00:27.41]Besithi eyi sani
[00:29.87]Kutheni angekhamthati
[00:32.37]Ndathi yonk'int'irighti
[00:34.95]Yena ungowami
[00:37.42]Kodwa kukhona ingxaki
[00:40.03]Utata'khe akandifuni
[00:42.04]
[00:43.02]Yathi ndisahleli phantsi komthi
[00:46.50]Yadlula yone leyontokazi
[00:49.02]
[00:49.61]Ndiyaqonda ibiyokha amanzi
[00:51.73]Phaya ezantsi emlanjeni
[00:53.25]
[00:53.97]Ndaphakama mna ndayilandela
[00:55.17]
[00:55.68]Nje ngo clever wase gauteni ndasondela
[00:59.06]Molo sana
[00:59.75]Ndicela ukuhamba nawe
[01:00.89]Elothutyana ndivumele ndithethe nawe
[01:01.93]Ndiyi ntsika ekhaya
[01:03.02]Ikhaya lakwa ngxanga
[01:06.12]Ndiyi nkosi lento ikwenza inkozana yam
[01:08.22]
[01:08.81]Bamb'isandla sam s'thandwa sam
[01:11.55]Uzakuba ngumama wabantwana bam
[01:13.43]Ndiyazibuza umhle kangaka ukhetha mna amadoda engaka
[01:16.91]Ndizakubiza utata wam nawe ubize utata wakho
[01:19.53]Bahlale phantsi bobabini babonisane
[01:23.52]
[01:28.72]Whoa oh oh
[01:30.37]
[01:42.73]Somza ndiyoyika
[01:45.10]
[01:47.43]Hai ayikho int'enjalo
[01:48.22]Ndoyika umama no tata
[01:49.78]Hai ayikho int'enjalo
[01:51.23]
[01:52.23]Umama uzakundi krwitsha
[01:53.95]Sthandwa sam
[01:55.15]Utata uzakundibetha
[01:56.84]Hey lovey wam
[01:57.84]Bathi ndiya jola hai ayikho int'enjalo
[02:00.37]Ntsika ndiyoyika
[02:01.72]
[02:02.95]Hey sthandwa sam hlala nam lovey wam
[02:05.41]
[02:06.18]Umama uzakundibetha
[02:07.72]
[02:08.27]Heh man heh man ayikho into'njalo
[02:10.72]
[02:12.58]Uthata uzakundi krwitsha krwitsha athi ndiyajola
[02:21.03]
[02:24.22]Zakwe rap
[02:24.86]Eish min' angazi no kuthi ngi qalephi le ndaba
[02:26.99]Nqaluk' ufika la ngabon' umtwana o grand le ndawo
[02:29.65]Ngathi uk'lahlel 'isingle
[02:30.58]Wa ngibeka kabe wa hamba
[02:32.21]Na le life yo kuba single ena stress my bro
[02:34.48]Ha but le angzo ejaga
[02:35.87]Na le debt ngizo yi cover
[02:37.15]Noma ngi gafe idouble price kodwa ma ngi ngeke ku le kar
[02:39.72]Vele ngiya twas' ukuthi bathi love is blind
[02:41.46]And I believe them girl
[02:43.39]You're my love and you're blind
[02:44.83]You're my love and you're blind
[02:46.17]Uhhh huuu
[02:46.76]Ungitshele ma ngi phazama khona
[02:48.14]Ngizo phaphama inqondo ma phambane
[02:49.24]Inumber number ma u ka ngaya yona
[02:50.86]Ngizo ghoba ku vale' intanbama
[02:52.09]Ngiyazi abanye ba hamba hamba
[02:53.16]Ba qhome ba phalaze but mina ma
[02:54.88]Ngi zo uthi tswa nga'magama 'mnandi
[02:56.84]You're my light in the dark
[02:58.54]You're that vibe in the club
[02:59.89]You're that time in the watch
[03:01.14]E yam' itiming I watch
[03:02.37]Ka mbonis' inkomo ezi ka baba
[03:03.63]Nga mcela ku abadala ke
[03:04.83]That's the picture u kuze ngi qhobeke
[03:06.62]Nazi inkomo ebuhlanti
[03:08.11]
[03:08.72]Kuvume nabaphantsi
[03:11.08]Besithi eyi sani
[03:13.64]Kutheni angekhamthati
[03:16.12]Ndathi yonk'int'irighti
[03:18.57]Yena ungowami
[03:21.17]Kodwa kukhona ingxaki
[03:23.79]Utata'khe akandifuni
[03:25.63]
[03:26.15]Hayi andikaze mna ndiyibone hai hai
[03:30.81]Intombazane yentle nje ngaye
[03:34.85]
[03:36.74]Please ntombazane uzundimamele
[03:42.45]Ndi theth'inyani sthandwa undi charmile
[03:45.71]
[03:47.22]Ndith' ebusuku sthandwa sam mna ndibonisiwe
[03:51.79]Mna nawe baby sesitshatile
[03:55.99]
[03:57.30]Please ntombazane uzundi kholelwe
[04:01.29]
[04:02.54]Ndi thet'inyani sthandwa ndikuthandile
[04:05.19]Utata'khe akandifun akandifun akandifun
[04:11.30]Utata'khe akandifun akandifuni
[04:14.68]
[04:15.70]Utata'khe akandifuni
[04:17.48]
[04:18.61]Utata'khe akandifun
[04:20.06]
[04:20.70]Utata'khe akandifun akandifun akandifuni
[04:24.89]
[04:27.15]Utata'khe akandifun akandifun akandifun
[04:31.05]
[04:31.57]Utata'khe akandifun akandifuni
[04:35.49]
[04:36.07]Utata'khe akandifuni
[04:37.53]
[04:38.58]Utata'khe akandifun
[04:40.78]Utata'khe akandifun akandifuni akandifun
Iinkomo-The Soil/Zakwe 热门评论
Iinkomo-The Soil/Zakwe 同专辑其他歌曲
- Intro-The Soil
- Joy-The Soil
- Baninzi-The Soil
- Sunday-The Soil
- Iinkomo-The Soil
- Girl I Love (I'm Lonely)-The Soil
- Impossible-The Soil
- They Fell-The Soil
- Bhomba-The Soil
- Lonely Nights-The Soil
- Sedilaka-The Soil
- Baninzi-The Soil